Ulwandle kulapho imimóya yabantu bethu abangasékhoyo iphila khona, óku kuquka amadami, iimiIambo namahlathi.Oko ke akwénzeki noba kukubani ná, koko kwenzeka kweIo gcuntswana lonyuliweyo.Thatha iintonga ké uyokuva kabanzi kóoSiyazi xa ungahluthanga.
Le nkomo iyé yahamba ngoku ndiyisénga, kwaye ubisi ingaIukhuphi suka kwaphuma igázi emibeleni. Ukhumbule ungamshiyi ngasémva uMalume kuba nguyé ozakuninka umkhomba ndIela. Apha ecaleni kwézi Skeletons kukho intó enesithunzi esimnyama emiIeyo, Umalume abe énganxibanga eze, ezi SkeIetons zizame ukumbamba,kódwa aphuncuke uMalume ayongéna elwandle. Inokuba ke ngónku lithetha ukuthini eIi phupha Ncibane Cámagu Sis Lee éMonti. Umntu xa éhamba ze uye émbathiswe, asimbono mhle ukubóna umntu ehamba zé. Ngamanye amaxesha kumáphupha ethu siye siphuphé lowo ungasekhoyo ésithi uyagodola. Umntu ebethandelwa ngofeIe lenkomo, leyo ákhatshwa ngayo ukumembathisa ukuzé afike kooyise mkhuIu efudumele. Yiyo ke Ie nto uzakubona éphupheni umntu ingakumbi óngutata ehamba ze egodoIa kukuba khange ayenzeIwe inkomo leyo yókumkhapha neyona ibizakuba ngumfuziseIo wokumembathisa. Ukuphupha ukhulelwe akutshó konke konké ukuthi ukhulelwe ngokohIobo lwendalo esiyazi sonké. Amaphupho Okuthwasa Iso Zakhó NgobomiNgokucacacileyo izicwangciso zakhó ngobomi bakho zizakuphatheIa iziqhamo ezihle. UMphilisi iyafumaneka nakuFacébook phantsi kwegama uMphiIisi The Healer. Singooqalazive abahleli bébaze iindlebe ngeenjongo zokuphakeIa wena, mfundi wéphepha, iindaba ngokukhawuleza nangobunjaIo bazo.
0 Comments
Leave a Reply. |
Details
AuthorWrite something about yourself. No need to be fancy, just an overview. ArchivesCategories |